Multilingualism is the use of more than one language, either by an individual speaker or by a community of speakers. |
Ukusetyenziswa kweelwimi ezininzi kukusetyenziswa kweelwimi ezingaphezu kolwimi olunye, nokuba sisithethi esinye okanye luluntu lwezithethi. |
It is believed that multilingual speakers outnumber monolingual speakers in the world's population. |
Kukholelwa ukuba abathetha iilwimi ezininzi baninzi kunabo bathetha ulwimi olunye kubemi behlabathi. |
More than half of all Europeans claim to speak at least one language other than their mother tongue;nevertheless, many of these are monoscriptual. |
Bangaphezulu kwesiqingatha abantu baseYurophu abathi bathetha olunye ulwimi ngaphandle kolwimi lwabo lwenkobe, nangona kunjalo, uninzi lwezi lwimi lubhalwe ngencwadi enye. |
Multilingualism is becoming a social phenomenon governed by the needs of globalization and cultural openness. |
Ukusetyenziswa kweelwimi ezininzi kuya kusiba yinto yentlalo elawulwa ziimfuno zehlabathi jikelele kunye nokuvuleka kwenkcubeko. |
Owing to the ease of access to information facilitated by the Internet, individuals' exposure to multiple languages is becoming increasingly frequent, thereby promoting a need to acquire additional languages. |
Ngenxa yokufikelela lula kulwazi oluququzelelwa yi-Intanethi, ukuvezwa kwabantu kwiilwimi ezininzi kuya kusiba rhoqo, ngalo ndlela kukhuthazwa isidingo sokufumana iilwimi ezongezelelweyo. |
People who speak several languages are also called polyglots. |
Abantu abathetha iilwimi ezininzi baphinda babizwe ngokuba ziipolyglots. |
Multilingual speakers have acquired and maintained at least one language during childhood, the so-called first language (L1). |
Abathetha iilwimi ezininzi bafumene kwaye bagcina ulwimi olunye ngexesha lobuntwana, olo lubizwa ngokuba lulwimi lokuqala (L1). |
The first language (sometimes also referred to as the mother tongue) is acquired without formal education, by mechanisms heavily disputed. |
Ulwimi lokuqala (ngamanye amaxesha lukwabizwa ngokuba lulwimi lwenkobe) lufundwa ngaphandle kwemfundo esesikweni, ngeendlela eziphikiswe kakhulu. |
Children acquiring two languages in this way are called simultaneous bilinguals. |
Abantwana abafunda iilwimi ezimbini ngelihobo babizwa ngokuba zizithetha lwimi ezimbini ngaxeshanye. |
Even in the case of simultaneous bilinguals, one language usually dominates the other. |
Nakwimeko yeelwimi ezimbini ngaxeshanye, olunye ulwimi luhlala lulawula konolunye. |
People who know more than one language have been reported to be more adept at language learning compared to monolinguals. |
Abantu abazi ngaphezu kolwimi olunye kuye kwaxelwa ukuba banobuchule ekufundeni ulwimi xa kuthelekiswa nabantu abathetha ulwimi olunye. |
Additionally, bilinguals often have important economic advantages over monolingual individuals as bilingual people are able to carry out duties that monolinguals cannot, such as interacting with customers who only speak a minority language. |
Ukongeza, izithethi zelwimi ezimbini zihlala zinezibonelelo ezibalulekileyo kuqoqosho kunabantu abathetha ulwimi olunye njengoko abantu abathetha iilwimi ezimbini bekwazi ukwenza imisebenzi abangenakukwazi ukuyenza abo bathetha ulwimi olunye, njengokunxibelelana nabathengi abathetha ulwimi oluncinci. |
Multilingualism in computing can be considered part of a continuum between internationalization and localization. |
Ukusetyenziswa kweelwimi ezininzi ekhompyutheni kunokuthathwa njengenxalenye yokuqhubeka phakathi kwamazwe ngamazwe kunye nolwakhiwo lwasekhaya. |
Due to the status of English in computing, software development nearly always uses it (but see also Non-English-based programming languages), so almost all commercial software is initially available in an English version, and multilingual versions, if any, may be produced as alternative options based on the English original. |
Ngenxa yobume besiNgesi kwikhompyuter, uphuhliso lwesoftware phantse luhlala luyisebenzisa (kodwa jonga neelwimi ezingezizo ezesiNgesi), ke phantse zonke iisoftware zentengiso ziyaqala ukufumaneka kuhlobo lwesiNgesi, kunye neenguqulelo zeelwimi ezininzi, ukuba zikhona. iveliswe njengenye indlela yokukhetha esekwe kwimvelaphi yesiNgesi. |